Uluka 6:49 XHO75

49 Kodwa lo uwevileyo àkawenza, ufana nomntu owakhé indlu phezu komhlaba, kungekho siseko; wagaleleka kuyo umlambo, yawa kwaoko; kwathi ukuwa kwaloo ndlu kwakukhulu.

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:49 kwimeko