Uluka 7:11 XHO75

11 Kwathi ngomhla olandelayo, waya emzini ekuthiwa yiNayin. Kwaye kuhamba naye iqela labafundi bakhe, nendimbane enkulu.

funda isahluko epheleleyo Uluka 7

imbono Uluka 7:11 kwimeko