Uluka 7:12 XHO75

12 Ke kaloku, akusondela esangweni lomzi lowo, kwabonakala kuthwalelwa phandle umntu ofileyo, ekuphela konyana ozalwa ngunina; waye yena engumhlolokazi. Yaye nendimbane elingeneyo yomzi inaye.

funda isahluko epheleleyo Uluka 7

imbono Uluka 7:12 kwimeko