Uluka 7:37 XHO75

37 Kwabonakala kukho mfazi emzini apho, obengumoni; wathi, àkwazi ukuba uhleli endlwini yomFarisi, wazisa ihlala lelabhastile,* linamafutha aqholiweyo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 7

imbono Uluka 7:37 kwimeko