Uluka 7:38 XHO75

38 Wema ezinyaweni zakhe ngasemva, elila; waqala ukuzinyela iinyawo zakhe ngeenyembezi, ezisula ngeenwele zentloko yakhe, ezanga kakhulu iinyawo zakhe, ezithambisa ngamafutha lawo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 7

imbono Uluka 7:38 kwimeko