Uluka 8:12 XHO75

12 Imbewu le lilizwi likaThixo. Abo ke bangasendleleni ngabo bevayo, andule afike uMtyholi, alisuse ilizwi entliziyweni yabo, ukuze bangakholwa basindiswe.

funda isahluko epheleleyo Uluka 8

imbono Uluka 8:12 kwimeko