Uluka 8:13 XHO75

13 Abo ke baselulwalweni ngabasakuthi, bakuliva, balamkele ngovuyo ilizwi; aba ke àbanangcambu; bona bakholwa umzuzwana, ze bathi ngexa lokuhendwa balahle.

funda isahluko epheleleyo Uluka 8

imbono Uluka 8:13 kwimeko