Uluka 8:14 XHO75

14 Leyo ke yawayo emithaneni enameva, ngabo bathi, belivile, bahambe benamaxhala nobutyebi neziyolo zobu bomi, baminxwe, baze bangavelisi siqhamo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 8

imbono Uluka 8:14 kwimeko