22 Ke kaloku oku konke kwenzeké, ukuze kuzaliseke okwathethwayo yiNkosi ngomprofeti, isithi,
23 Yabonani, intombi le iya kumitha izale unyana,Bambize ngegama elinguImanuweli,(uIsaya 7:14)oko kukuthi ngentetho evakalayo, uThixo unathi.
24 Wathi ke uYosefu, evukile ebuthongweni, wenza ngoko besimmisele ngako isithunywa seNkosi, wamthabathela kuye umfazi wakhe;
25 waza ke àkamazi, wada wazala unyana wakhe wamazibulo; wambiza ke ngegama elinguYesu.