Umateyu 19:13 XHO75

13 Kwaza kwaziswa kuye abantwana, ukuze abeke izandla phezu kwabo, athandaze; basuka abafundi babakhalimela.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 19

imbono Umateyu 19:13 kwimeko