Umateyu 19:12 XHO75

12 Kuba kukho amathenwa azelwe enjalo kwasesizalweni sonina; kukho namathenwa athenwa ngabantu; kukho namathenwa azithenileyo ngenxa yobukumkani bamazulu. Lowo unokukuqonda oku makakuqonde.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 19

imbono Umateyu 19:12 kwimeko