Umateyu 21:28 XHO75

28 Nithini na ke nina? Umntu wayenabantwana ababini; weza kowokuqala wathi, Mntwana wam, yiya kusebenza namhla esidiliyeni sam.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 21

imbono Umateyu 21:28 kwimeko