1 Kasamweli 1:20 XHO96

20 Wakhawula, wazala inkwenkwe unyaka ungekapheli. Wathi: “Igama layo nguSamweli; kaloku ndayicela kuNdikhoyo.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 1

imbono 1 Kasamweli 1:20 kwimeko