1 Kasamweli 1:19 XHO96

19 Usapho lukaElikana lwavuka kwangentseni. Baya kunqula *uNdikhoyo, emva koko banduluka ukubuyela kokwabo eRama. Ke uElikana wahlangana noHana umkakhe. Weviwa nguNdikhoyo umthandazo wakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 1

imbono 1 Kasamweli 1:19 kwimeko