1 Kasamweli 13:15 XHO96

15 USamweli wesuka eGiligali waya eGibheya kummandla wakwaBhenjamin. USawule wawabala amadoda asele naye, wafumana ukuba amalunga namakhulu amathandathu.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 13

imbono 1 Kasamweli 13:15 kwimeko