1 Kasamweli 13:14 XHO96

14 Kodwa ke ngoku luza kunqamka ulawulo lwakho, kuba uwutyeshele kaloku umyalelo kaNdikhoyo. UNdikhoyo uzityumbele enye indoda esenyongweni yakhe ukuba ibalawule abantu bakhe.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 13

imbono 1 Kasamweli 13:14 kwimeko