1 Kasamweli 13:7 XHO96

7 Amanye amaHebhere awelela ngaphesheya kweJordan kwimimandla yakwaGadi naseGiliyadi.Wasala eGiligali yena uSawule, esankwantya luloyiko amadoda awayesele naye.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 13

imbono 1 Kasamweli 13:7 kwimeko