1 Kasamweli 15:18 XHO96

18 waza wakuyalela ukuba uye kutshabalalisa eziya zikhohlakali zama-Amaleki. Wakuxelela ukuba uze ulwe uwatshayele ade aphele onke kuthi tu.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 15

imbono 1 Kasamweli 15:18 kwimeko