1 Kasamweli 15:20 XHO96

20 “UNdikhoyo ndimthobele,” kutsho uSawule. “Ndiyile emfazweni ngokuthunywa nguye, ndambamba ukumkani uAgagi, kodwa ndawabulala onke amanye ama-Amaleki.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 15

imbono 1 Kasamweli 15:20 kwimeko