1 Kasamweli 15:33 XHO96

33 Suka uSamweli wavakala esithi: “Ikrele lakho lishiye abazalikazi abaninzi bengenabantwana, nowakho ke ngoku unyoko uza kungabi namntwana.” Watsho emhlahla loo Agagi apho ngaphambi kukaNdikhoyo eGiligali.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 15

imbono 1 Kasamweli 15:33 kwimeko