1 Kasamweli 15:34 XHO96

34 Emva koko uSamweli wabuyela eRama, waza yena ukumkani uSawule waya kowabo eGibheya.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 15

imbono 1 Kasamweli 15:34 kwimeko