1 Kasamweli 15:4 XHO96

4 Wawuhlanganisela eTelayim wonke umkhosi wakhe uSawule, apho wafika wawumisa ngezintlu. Loo mkhosi wawungamakhulu amabini amawaka amajoni akwaSirayeli, kunye neshumi lamawaka lamajoni avela kwaJuda.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 15

imbono 1 Kasamweli 15:4 kwimeko