1 Kasamweli 16:1 XHO96

1 *UNdikhoyo wathi kuSamweli: “Koda kube nini uzingcungcuthekisa ngenxa kaSawule? Ndimkhiqile ekulawuleni amaSirayeli. Zalisa iqhaga lakho ngamafutha omnquma, uye eBhetelehem kwaJese, kuba ndityumbe omnye koonyana bakhe ukuba abe ngukumkani wamaSirayeli.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 16

imbono 1 Kasamweli 16:1 kwimeko