1 Kasamweli 17:52 XHO96

52 Amadoda akwaSirayeli nawakwaJuda wona ahlaba umkhosi, awasukela amaFilistiya, ada aya kutsho ekungeneni eGati nasemasangweni e-Ekron. Kwakuthe waca ngamaFilistiya aziingxwelerha konke endleleni eya eSharayim kuse eGati nase-Ekron.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 17

imbono 1 Kasamweli 17:52 kwimeko