1 Kasamweli 18:1 XHO96

1 Bayigqiba incoko yabo ooSawule noDavide. Intliziyo yonyana kaSawule, uJonatan, yaphakelana kanobom nekaDavide, wamthanda ngale ndlela azithanda ngayo yena.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 18

imbono 1 Kasamweli 18:1 kwimeko