1 Kasamweli 2:10 XHO96

10 Bobhanga kuthi tu abachas' uNdikhoyo;wozongom' emazulwini barhwaqele.Nguye olawula namaphethel' ehlabathi.Uya kumambesa ngamandla ukumkani,luphakame uphondo lomthanjiswa wakhe.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 2

imbono 1 Kasamweli 2:10 kwimeko