1 Kasamweli 2:11 XHO96

11 Bagoduka ke ooElikana baya eRama, yasala apho eShilo yona inkwenkwe, ikhonza uNdikhoyo phambi kombingeleli uEli.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 2

imbono 1 Kasamweli 2:11 kwimeko