1 Kasamweli 2:20 XHO96

20 UEli wayemthamsanqelisa uElikana nomkakhe uHana, athi: “Ubenga uNdikhoyo angenza lo mfazi akuzalele abanye abantwana endaweni yalo wamcelayo waza wamnikela kuye,” baze ke emva koko bagoduke.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 2

imbono 1 Kasamweli 2:20 kwimeko