1 Kasamweli 2:21 XHO96

21 UNdikhoyo ngenene wamvelela uHana, waza wamitha, wazala abanye oonyana abathathu kunye neentombi ezimbini. Yona inkwenkwe uSamweli yakhulela kwaNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 2

imbono 1 Kasamweli 2:21 kwimeko