1 Kasamweli 2:34 XHO96

34 “ ‘Into eya kufikela uHofeni noPineyasi oonyana bakho iza kuba ngumqondiso kuwe wale nto yonke endiyithethileyo. Bona baza kufa ngamini-nye.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 2

imbono 1 Kasamweli 2:34 kwimeko