1 Kasamweli 24:6 XHO96

6 Wathi kumadoda akhe: “Makandithintele uNdikhoyo ekwenzeni into enje kwinkosi yam umthanjiswa kaNdikhoyo, nditsho le yokuba ndise isandla sam kuye, kuba kaloku ungumthanjiswa kaNdikhoyo!”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 24

imbono 1 Kasamweli 24:6 kwimeko