1 Kasamweli 27:5 XHO96

5 Wathi uDavide kuAkishe: “Ukuba uyakholwa ndim, ndinike idolophana kwezisemaphandleni, ndihlale kuyo. Akukho nto ithi mandihlale apha komkhulu kunye nawe, mhlekazi.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 27

imbono 1 Kasamweli 27:5 kwimeko