1 Kasamweli 3:5 XHO96

5 Wakhawuleza waya kuEli, wafika wathi: “Ndim lo; ubundibiza.”Wathi yena uEli: “Hayi, yiya kulala, mfo wam; andikhange ndikubize.” Waya kulala ke.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 3

imbono 1 Kasamweli 3:5 kwimeko