1 Kasamweli 3:6 XHO96

6 UNdikhoyo wabuya wambiza uSamweli. Wavuka ke umfana, waya kwakuEli, wathi: “Mhlekazi, uyandibiza. Ndim lo!”Kambe yena uEli wathi: “Hayi, andikubizanga; yiya kulala, mfo wam.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 3

imbono 1 Kasamweli 3:6 kwimeko