1 Kasamweli 3:7 XHO96

7 Phofu umfana lo yena wayengekamazi uNdikhoyo; kaloku uNdikhoyo wayengekazityhili kuye ngelizwi lakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 3

imbono 1 Kasamweli 3:7 kwimeko