1 Kasamweli 3:8 XHO96

8 UNdikhoyo wabuya wambiza uSamweli isihlandlo sesithathu. Wavuka uSamweli, waya kwakuEli, wafika wathi: “Ndim lo, mhlekazi; ubundibiza.”Waqonda ngoku uEli ukuba nguNdikhoyo lo umana ebiza lo mfana.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 3

imbono 1 Kasamweli 3:8 kwimeko