1 Kasamweli 4:18 XHO96

18 Uthe akuva kukhankanywa netyesi yomnqophiso uEli, waphequka kweso sihlalo sakhe ngasesangweni, wophuka ilungu lentamo, wafa. Kaloku wayeselaluphele, ekwanesiqu. Wayeyinkokheli kwaSirayeli iminyaka engamashumi amane.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 4

imbono 1 Kasamweli 4:18 kwimeko