1 Kasamweli 4:19 XHO96

19 Ngelo xesha umolokazana kaEli, umka-Pineyasi, wayekhulelwe, seleza kukhululeka. Wathi ke akuziva iindaba zokuthinjwa kwetyesi yomnqophiso kaThixo, nokuba uyisezala kunye nomyeni wakhe abasekho, wasuka waguqa, wazala. Zamongamela iintlungu zokubeleka.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 4

imbono 1 Kasamweli 4:19 kwimeko