1 Kasamweli 4:20 XHO96

20 Kwathi xa aqhawukayo, abafazi ababembelekisa bathi kuye: “Qina, mfazi; uzele inkwenkwe.”Yena wasuka akaphendula, akabahoya nokubahoya oku.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 4

imbono 1 Kasamweli 4:20 kwimeko