1 Kasamweli 8:11 XHO96

11 wathi: “Ukumkani oya kunilawula uya kwenjenje: Woseka umkhosi ngoonyana benu. Abanye wobenza umkhosi weenqwelo, abanye babe ngumkhosi okhwela amahashe, abanye bagijime ngaphambi kwenqwelo yakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 8

imbono 1 Kasamweli 8:11 kwimeko