1 Kasamweli 8:12 XHO96

12 Abanye boba ngabaphathi-mabutho, abanye babe ngabaphathi-maqela, abanye balime amasimi akhe, bavune nokuvuna, kubekho nabo baxhonkxa izikhali zokulwa kunye nezixhobo zeenqwelo zakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 8

imbono 1 Kasamweli 8:12 kwimeko