2 Kasamweli 1:13 XHO96

13 Emva koko uDavide wabuza loo mfana wayeze nezi ndaba, wathi: “Uvela phi kakade wena, mfana?”“Mna ndingunyana wendoda engumngeneleli, umAmaleki,” uphendule watsho loo mfana.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 1

imbono 2 Kasamweli 1:13 kwimeko