2 Kasamweli 10:6 XHO96

6 Ke kaloku ama-Amon aqonda ukuba amkhubekisile uDavide, aza aya kuqesha amashumi amabini amawaka amadoda omkhosi ahamba ngeenyawo kuma-Aram kwimimandla yaseBhete-rehobhi naseZobha. Kukumkani waseMahaka aqesha iwaka lamadoda, laza ishumi elinambini lamawaka laqeshwa eTobhi.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 10

imbono 2 Kasamweli 10:6 kwimeko