2 Kasamweli 10:9 XHO96

9 Ke kaloku uJowabhi wabona ukuba uphahlwe ngumkhosi ngaphambili nangasemva. Ngoko ke wakhetha awona mabutho aphambili kwaSirayeli, wawamisa ajongana nama-Aram.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 10

imbono 2 Kasamweli 10:9 kwimeko