2 Kasamweli 11:10 XHO96

10 Waxelelwa uDavide kwathiwa: “U-Uriya akayanga emzini wakhe.” Waza uDavide wathi ku-Uriya: “Ubuseluhambeni ithuba elide; kutheni ungayanga kulala kwakho nje?”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 11

imbono 2 Kasamweli 11:10 kwimeko