2 Kasamweli 11:13 XHO96

13 UDavide wammema, waza watya wasela kunye naye, wamnxilisa. Kodwa nangobo busuku akazange agoduke u-Uriya, suka yena waya kulala kwindawo yakhe ngakwizicaka zakomkhulu.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 11

imbono 2 Kasamweli 11:13 kwimeko