2 Kasamweli 11:2 XHO96

2 Ngamhla uthile, ukujika kwelanga, kwathi uDavide esahamba-hamba kumgangatho ophezu kophahla lwebhotwe, esandula ukuvuka emandlalweni wakhe, wabona umfazi ehlamba umzimba. Yaye iyinzwakazi kanobom leyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 11

imbono 2 Kasamweli 11:2 kwimeko