2 Kasamweli 11:21 XHO96

21 Ngubani na owabulala uAbhimeleki unyana kaJerubhesheti? Akafanga na eTebheze ngokugityiselwa ngumfazi ngelitye lokusila, emi ngaphezu kodonga. Benisondelelani kangaka kudonga lwesixeko?’ Uze ke uthi: ‘Nesicaka sakho u-Uriya umHeti ufile.’ ”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 11

imbono 2 Kasamweli 11:21 kwimeko