2 Kasamweli 11:27 XHO96

27 Lakudlula ixesha lenzila, uDavide wathi makaye kuthathwa, aze kuhlala ebhotwe, abe ngumkakhe. Wafika apho, wazala umntwana oyinkwenkwe. Kambe ke sona isenzo sikaDavide saba sibi emehlweni *kaNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 11

imbono 2 Kasamweli 11:27 kwimeko