2 Kasamweli 12:11 XHO96

11 Utsho ke uNdikhoyo ukuthi: ‘Ndiza kukuvusela isihelegu sento kwalapha phakathi komzi wakho. Abafazi bakho ndiza kubanikela kosondeleyo kuwe, alale nabo kujongiwe, ilanga lihlabe umhlaba.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 12

imbono 2 Kasamweli 12:11 kwimeko